1 Kwabasekorinte 7:12 XHO96

12 Ngokubhekiselele kwabanye asinamyalelo siwunikwe yiNkosi. Kodwa mna ndithi kubo, ukuba kukho kholwa lithile linomfazi ongelokholwa, aze umfazi lowo athande ukuhlala nalo, malingahlukani naye.

funda isahluko epheleleyo 1 Kwabasekorinte 7

imbono 1 Kwabasekorinte 7:12 kwimeko