1 Kwabasekorinte 7:28 XHO96

28 Kodwa ke ukuba uyatshata akonanga; kanti nokuba intombi iyenda, ayonanga. Kodwa ke abatshatileyo baya kuhlala befikelwa ziingxaki, kanti bendingathandi ukuba kube njalo.

funda isahluko epheleleyo 1 Kwabasekorinte 7

imbono 1 Kwabasekorinte 7:28 kwimeko