1 Kwabasekorinte 8:11 XHO96

11 Ngaloo ndlela ke umwenu ongekakhululeki ncam, owafelwa nguKrestu, wotshabalala ngenxa “yolwazi” lwakho olo.

funda isahluko epheleleyo 1 Kwabasekorinte 8

imbono 1 Kwabasekorinte 8:11 kwimeko