1 Kwabasekorinte 8:13 XHO96

13 Ngenxa yale nto ke ndithi: Ukuba ukutya kuyamkhubekisa umwethu, andisayi kutya nyama naphakade, ukuze ndingamkhubekisi umwethu.

funda isahluko epheleleyo 1 Kwabasekorinte 8

imbono 1 Kwabasekorinte 8:13 kwimeko