1 Kwabasekorinte 8:4 XHO96

4 Hee, mandithethe ke ngokumalunga nokutyiwa kwenyama yedini elenzelwa izithixo. Ewe, siyazi ukuba akukho nto isisithixo ehlabathini; siyazi nokuba mnye kuphela uThixo, akukho wumbi.

funda isahluko epheleleyo 1 Kwabasekorinte 8

imbono 1 Kwabasekorinte 8:4 kwimeko