Kwabaseroma 1:16 XHO96

16 Andinazintloni ngazo iindaba ezimnandi zikaKrestu. Zingamandla kaThixo okusindisa bonke abakholwayo, umJuda kuqala, kwanowolunye uhlanga ngokunjalo.

funda isahluko epheleleyo Kwabaseroma 1

imbono Kwabaseroma 1:16 kwimeko