Kwabaseroma 1:17 XHO96

17 Ngezi ndaba zimnandi kaloku kutyhilwa indlela uThixo asenza amalungisa ngayo: kungokholo qha, njengoko zitshoyo neziBhalo ukuthi: “Ngokholo lwakhe olilungisa uya kudla ubomi.”

funda isahluko epheleleyo Kwabaseroma 1

imbono Kwabaseroma 1:17 kwimeko