Kwabaseroma 1:25 XHO96

25 Aba bantu ke bagqwethe inyaniso kaThixo ngobuxoki. Bahlonela isidalwa, basikhonze, baze bamlibale uMdali, yena ongowokubongwa ngonaphakade. *Amen.

funda isahluko epheleleyo Kwabaseroma 1

imbono Kwabaseroma 1:25 kwimeko