Kwabaseroma 1:26 XHO96

26 Ngenxa yoko ke, uThixo ubanikele ezinkanukweni ezilihlazo. Ewe, nditsho namabhinqa la abo ayalalana ngokuchasene nendalo yemizimba yawo.

funda isahluko epheleleyo Kwabaseroma 1

imbono Kwabaseroma 1:26 kwimeko