Kwabaseroma 11:24 XHO96

24 Nina zintlanga nikhiwe kumnquma wasendle, naza nathi ngokunxamnye nemvelo namiliselwa kumnquma otyaliweyo. NgamaSirayeli kaloku amasebe omnquma otyaliweyo. Ngenxa yaloo nto ke kulula kuThixo ukuwamilisela kwakuloo mnquma.

funda isahluko epheleleyo Kwabaseroma 11

imbono Kwabaseroma 11:24 kwimeko