4 Kaloku bona bâbubeka esichengeni ubomi babo ngenxa yam, nto leyo ke ekungabuleli mna ndedwa kubo ngayo, koko kubulela nawo onke amabandla asezintlangeni.
funda isahluko epheleleyo Kwabaseroma 16
imbono Kwabaseroma 16:4 kwimeko