Kwabaseroma 16:7 XHO96

7 Imibuliso kuAndroniko noJuniya, amawethu awayebanjwe kunye nam. Bona baxatyisiwe kakhulu *ngabathunywa bakaKrestu, kwaye bâkholwa kuKrestu ngaphambi kwam.

funda isahluko epheleleyo Kwabaseroma 16

imbono Kwabaseroma 16:7 kwimeko