Kwabaseroma 8:3 XHO96

3 Ke wona umthetho wawungenako ukusikhulula, ngenxa yokonakala kwesimo sethu. Kodwa yena uThixo wamthumela uNyana wakhe, ekwisimo esifana nesimo sethu esonakeleyo, waza wasigweba isono emntwini wenyama negazi.

funda isahluko epheleleyo Kwabaseroma 8

imbono Kwabaseroma 8:3 kwimeko