Kwabaseroma 8:4 XHO96

4 Le nto uThixo uyenzele ukuze injongo yomthetho izalisekiswe kuthi, thina singaphiliyo ngokwesimo esonakeleyo, koko siphila ngokoMoya.

funda isahluko epheleleyo Kwabaseroma 8

imbono Kwabaseroma 8:4 kwimeko