Kwabaseroma 9:4 XHO96

4 AmaSirayeli la kaloku uThixo wawenza oonyana bakhe, wabubonakalisa kuwo nobuqaqawuli bakhe. Wenza iminqophiso nawo, wawanika umthetho neyona ndlela yonqulo, wawenzela kwanezithembiso.

funda isahluko epheleleyo Kwabaseroma 9

imbono Kwabaseroma 9:4 kwimeko