Umarko 1:16 XHO96

16 Ke kaloku kwathi ehamba ngakuLwandle lwaseGalili, wabona uSimon noAndreya umninawe wakhe bephosa umnatha elwandle. Kaloku bona babengabalobi beentlanzi.

funda isahluko epheleleyo Umarko 1

imbono Umarko 1:16 kwimeko