Umarko 1:45 XHO96

45 Kodwa yena akuphuma, wasuka wayibhengeza kakhulu le nto. Ngenxa yoko uYesu akabanga saba nako ukungena edolophini ebonwa ngabantu, koko wahlala emaphandleni. Abantu ke babesiza kuye, bevela macala onke.

funda isahluko epheleleyo Umarko 1

imbono Umarko 1:45 kwimeko