Umarko 10:1 XHO96

1 Emkile apho, uYesu waya kwelakwaJuda naphesheya kweJordan. Kwabuya ke kwahlanganisana izihlwele ngakuye, waza wathi ngokwesiqhelo sakhe wazifundisa.

funda isahluko epheleleyo Umarko 10

imbono Umarko 10:1 kwimeko