Umarko 10:27 XHO96

27 Ondele kubo, uYesu wathi: “Kubantu oku akunakwenzeka, kodwa kuThixo akunakungenzeki, kuba zonke izinto zinokwenzeka kuThixo.”

funda isahluko epheleleyo Umarko 10

imbono Umarko 10:27 kwimeko