Umarko 11:11 XHO96

11 UYesu ke wangena eJerusalem, wangena *nasendlwini kaThixo, wahamba ezibuka izinto zonke, wathi, ngenxa yokuba kwakusekuhlwile, waphuma waya eBhetani, enabafundi bakhe abalishumi elinambini.

funda isahluko epheleleyo Umarko 11

imbono Umarko 11:11 kwimeko