Umarko 12:15 XHO96

15 Ke yena, ekwazi ukuhanahanisa kwabo, wathi kubo: “Nindilingelani na? Ndiziseleni imali ndiyibone.”

funda isahluko epheleleyo Umarko 12

imbono Umarko 12:15 kwimeko