Umarko 12:34 XHO96

34 UYesu embonile ukuba uphendule ngengqiqo, wathi kuye: “Akukude wena ekulawulweni nguThixo.” Emva koko akwaba sabakho mntu unobuganga bakumbuza nto.

funda isahluko epheleleyo Umarko 12

imbono Umarko 12:34 kwimeko