Umarko 12:37 XHO96

37 “Ukuba uDavide ngokwakhe uthi uKrestu yiNkosi, angathini na ke ukuba ngunyana wakhe?”Yamphulaphula ngomdla loo ndimbane yabantu.

funda isahluko epheleleyo Umarko 12

imbono Umarko 12:37 kwimeko