Umarko 13:4 XHO96

4 “Sixelele ukuba ziya kubakho nini na ezo zinto, nokuba uya kuba yintoni na umqondiso wokuzalisekiswa kwazo.”

funda isahluko epheleleyo Umarko 13

imbono Umarko 13:4 kwimeko