Umarko 13:8 XHO96

8 Uhlanga luya kuvukelana nohlanga, nokumkani avukelane nokumkani; kuya kubakho iinyikima zomhlaba kwiindawo ngeendawo, kubekho neendlala. Kunjengokuqala kwenimba ke oko.

funda isahluko epheleleyo Umarko 13

imbono Umarko 13:8 kwimeko