Umarko 14:18 XHO96

18 Bakuba behleli besitya, uYesu wathi kubo: “Ndithi kuni, inene, omnye kuni apha, nina nityayo kunye nam, uya kundingcatsha.”

funda isahluko epheleleyo Umarko 14

imbono Umarko 14:18 kwimeko