Umarko 15:22 XHO96

22 Amsa ke uYesu endaweni ekuthiwa yiGolgota (oko kukuthi, xa kuguqulwayo, iNdawo yoKhakhayi).

funda isahluko epheleleyo Umarko 15

imbono Umarko 15:22 kwimeko