Umarko 2:22 XHO96

22 Kananjalo akukho mntu uyitha kwiimvaba ezindala iwayini entsha engekabili, kuba ukuba uthe wenjenjalo, zogqabhuka ziphele iimvaba, ichitheke iwayini. Kaloku iwayini engekabili ithiwa kwiimvaba ezintsha.”

funda isahluko epheleleyo Umarko 2

imbono Umarko 2:22 kwimeko