Umarko 2:26 XHO96

26 Kaloku wangena endlwini kaThixo ngemihla ka-Abhiyatare umbingeleli omkhulu, wazitya izonka ezazinikelwe kuThixo, wanika neqela lakhe. Kanti ngokomthetho ezi zonka azimelwe kutyiwa ngabangengobabingeleli.”

funda isahluko epheleleyo Umarko 2

imbono Umarko 2:26 kwimeko