Umarko 4:39 XHO96

39 Wavuka ke, wawukhalimela umoya, wathi kulo ulwandle: “Yithi cwaka, uzole.” Wadamba umoya, kwabakho ukuzola okukhulu.

funda isahluko epheleleyo Umarko 4

imbono Umarko 4:39 kwimeko