Umarko 5:13 XHO96

13 Wazivumela ke; zaza zaphuma iindimoni, zaya kungena ezihagwini. Ke umhlambi lowo, owawumalunga namawaka amabini eehagu, waphaphatheka, wehla ethambekeni, waya kweyela elwandle, warhaxwa.

funda isahluko epheleleyo Umarko 5

imbono Umarko 5:13 kwimeko