Umarko 5:4 XHO96

4 Wayemana ebotshwa ngamakhamandela nangamatyathanga, kodwa awaqhawule amatyathanga, awakroboze namakhamandela. Kwakungekho bani unako ukumthoboza.

funda isahluko epheleleyo Umarko 5

imbono Umarko 5:4 kwimeko