Umarko 5:40 XHO96

40 Basuka bamwa ngentsini. Wabakhuphela phandle ke bonke, wathatha uyise womntwana nonina, nâbo bafundi babenaye, wangena apho wayekhona umntwana.

funda isahluko epheleleyo Umarko 5

imbono Umarko 5:40 kwimeko