Umarko 6:11 XHO96

11 Ukuba nithe nafika endaweni apho sukuba ningàmkelwa khona, okanye ningàphulaphulwa nokuphulaphulwa oku, mkani apho, nivuthulule uthuli olusezinyaweni zenu, ukuze oko kube bubungqina bokuba abanamkelanga.”

funda isahluko epheleleyo Umarko 6

imbono Umarko 6:11 kwimeko