Umarko 6:20 XHO96

20 kuba uHerode wayemoyika uYohane, emazi ukuba uyindoda elungileyo, engcwele, waza wambeka elugcinweni. UHerode wayethanda ukumphulaphula uYohane, nangona wayedideka kakhulu akumva.

funda isahluko epheleleyo Umarko 6

imbono Umarko 6:20 kwimeko