Umarko 6:22 XHO96

22 Yangena ke intombi kaHerodiya, yangqungqa yamkholisa uHerode nabo babesethekweni kunye naye. Waza ukumkani wathi kwintombi leyo: “Cela nantoni na oyifunayo; ndokupha.”

funda isahluko epheleleyo Umarko 6

imbono Umarko 6:22 kwimeko