Umarko 6:48 XHO96

48 Wababona ke abafundi bebulaleka kukubheqa isikhitshana, kuba umoya wawuvela ngaphambili. Ke, emva kwentsimbi yesithathu ekuseni, waya kubo ehamba phezu kwamanzi olwandle. Xa wayeza kugqitha kubo,

funda isahluko epheleleyo Umarko 6

imbono Umarko 6:48 kwimeko