Umarko 8:17 XHO96

17 UYesu, ekwazi oko bakuthethayo, wathi kubo: “Yini na ukuba nithethe ngokungabi nazonka? Anikaqiqi na; aniqondi na? Ngaba iqaqadekile na intliziyo yenu?

funda isahluko epheleleyo Umarko 8

imbono Umarko 8:17 kwimeko