20 Kwakhona wathi: “Okuyá ke izonka ezisixhenxe ndandiziqhekezela amawaka amane, zazingaphi na iibhaskiti ezazizele yintsalela?”Bathi ke: “Zazisixhenxe.”
funda isahluko epheleleyo Umarko 8
imbono Umarko 8:20 kwimeko