Umarko 9:19 XHO96

19 UYesu waphendula wathi kubo: “Sizukulwanandini esingakholwayo, koda kube nini na ndinani? Koda kube nini na ndininyamezela? Mziseni kum!”

funda isahluko epheleleyo Umarko 9

imbono Umarko 9:19 kwimeko