37 “Othe egameni lam wamkela noko amnye wabantwana abanje, wamkela mna; nothe wamkela mna, akamkeli mna nje, wamkela lowo wandithumayo.”
funda isahluko epheleleyo Umarko 9
imbono Umarko 9:37 kwimeko