Uisaya 14:19 XHO75

19 ke wena ulahlelwe kude nengcwaba lakho, njengegatya elilisikizi; wambethe ababuleweyo, abahlatywe ngekrele, abahle baya ematyeni omhadi; njengesidumbu esinyashwe ngeenyawo.

funda isahluko epheleleyo Uisaya 14

imbono Uisaya 14:19 kwimeko