Uisaya 14:20 XHO75

20 Akuyi kubandakanywa nabo engcwabeni, ngokokuba walonakalisayo ilizwe lakho, wababulala abantu bakho; ayiyi kuba nagama naphakade imbewu yabenzi bobubi.

funda isahluko epheleleyo Uisaya 14

imbono Uisaya 14:20 kwimeko