Uisaya 16:8 XHO75

8 Kuba amasimi aseHeshbhon antshwenyile, nomdiliya waseSibhema. Abantu beentlanga bayivithile imidiliya yawo yohlobo; ibide yaya kufika eYazere, yanabela entlango, amasebe ayo anaba ada awela ulwandle.

funda isahluko epheleleyo Uisaya 16

imbono Uisaya 16:8 kwimeko