Uisaya 16:9 XHO75

9 Ngenxa yoko ndiyawulilela ngokulila kweYazere umdiliya waseSibhema; ndikunyakamisa ngeenyembezi zam, Heshbhon, nawe Elale, ngokuba ukuvunwa kweziqhamo zakho nokuvunwa kweediliya zakho kufikelwe ngamayeyeye.

funda isahluko epheleleyo Uisaya 16

imbono Uisaya 16:9 kwimeko