10 Ngokokuba ùmlibele uThixo, umsindisi wakho, akwalikhumbula neliwa lokunqaba kwakho; ngenxa yoko watyala izityalo ezimnandi, wamilisela kuzo iintswazi zomdiliya wasemzini.
funda isahluko epheleleyo Uisaya 17
imbono Uisaya 17:10 kwimeko