Uisaya 17:9 XHO75

9 Ngaloo mini imizi yakhe enqabileyo iya kuba ngamanxuwa asezintshinyeleni zehlathi, nawasezincotsheni zeentaba, abawashiyáyo phambi koonyana bakaSirayeli; koba senkangala.

funda isahluko epheleleyo Uisaya 17

imbono Uisaya 17:9 kwimeko