Uisaya 19:14 XHO75

14 UYehova uthululele embilinini wayo umoya wobugwenxa, ukuba bayihlahlekise iYiputa ekwenzeni kwayo konke, njengokugxadazela kwenxila emhlanzweni walo.

funda isahluko epheleleyo Uisaya 19

imbono Uisaya 19:14 kwimeko