Uisaya 2:4 XHO75

4 Úya kugweba phakathi kweentlanga, ohlwaye izizwe ezininzi; ziwakhande amakrele azo abe ngamakhuba, nezikhali zazo zibe zizitshetshe zeediliya; uhlanga lungaphakamiseli uhlanga ikrele, nezizwe zingaphindi zifunde ukulwa.

funda isahluko epheleleyo Uisaya 2

imbono Uisaya 2:4 kwimeko