Uisaya 25:1 XHO75

1 Yehova, unguThixo wam; ndiya kukuphakamisa, ndiya kubulela kwigama lakho; ngokuba wenzé imisebenzi ebalulekileyo, amacebo akho kwakude, ukunyaniseka, inyaniso.

funda isahluko epheleleyo Uisaya 25

imbono Uisaya 25:1 kwimeko